Entlango

Intlango yeAtacama, eChile
Intlango yaseSahara

Intlango yingingqi ehlala izilwanyana nekumila kuyo izityalo kodwa umhlaba wayo ube yinkqantosi ngokoma. Ifumana imvula engaphantsi kwama25 ee-cm (malunga neeintshi ezili-9.8) zemvula ngonyaka. Omnye umphandi uyichaza intlango njengayo nayiphi na ingingqi esenokunqatyelwa ngamanzi kwisithuba esithile sonyaka. Ngamanye amazwi, zinganemvula okanye amanzi amancinane kakhulu ngonyaka kunalawo ziwakhupha emhlabeni ngeevaporation".[1]

Iindawo ezinje ngezi zithatha umhlaba ongangama-33% apha emhlabeni. [2] Oko kuquka umhlaba omninzi waseAntarctica, apho umhlaba omninzi ungafumani liqhwa kwaphela. Eyona ntlango inkulu nenobushushu obuphakamileyo yintlango yaseSahara, emantla eAfrica, ithatha umhlaba ozii square kilomitha ezizizigidi ezilu-9.

Inyaniso eyenza umdla

Kwiintlango ezitshisayo ungabona imirage okanye ifata morgana. Imirage ke kukukhanya okuqhathayo. Kungakwenza ucinge okokuba kukho ipuli yamanzi entlango, kube kungekho kwamanzi apho.

Preview of references

  1. Universe Today. what-percentage-of-the-earths-land-surface-is-desert/
  2. "What Is a Desert?" pubs.usgs.gov December 18, 2001 retrieved April 9, 2011